Imiphanda Ichithwa Ngabamelwane

Imiphanda Ichithwa Ngabamelwane

Paperback (30 Apr 1998)

Not available for sale

Includes delivery to the United States

Out of stock

This service is protected by reCAPTCHA and the Google Privacy Policy and Terms of Service apply.

Publisher's Synopsis

Lo ngumdlalwana ongomfazi ogama linguNozigigaba oxolele ukwenza nantoni ukufumana ubutyebi bomnakwabo ogama lakhe linguLungile. Yinto ke le eseyithande ukuxhaphaka eyokuba abantu bafune ukutya ukubila kwebunzi labanye abantu. Umbhali ulibhale ngesiXhosa esimnandi nesinoburharha eli bali elibalisa ngobuchule obungathethekiyo obugcina lowo ulifundayo enomdla ukuba kuza kwenzeka ntoni na de aye kufika ekugqibeleni. Zivele indlela esetyenziswa ngulo mfazi ukufumana obu butyebi kwakunye nendlela athi abudyiwaza ngayo kuba kaloku into umntu angayisebenzelanga akakwazi kuyisebenzisa. Zivele ukuba kude kwenzeke ntoni na ekugqibeleni.

Book information

ISBN: 9780868744780
Publisher: Academica
Imprint: Academica
Pub date:
Number of pages: 53
Weight: 75g
Height: 213mm
Width: 137mm